DiscoverZiphengulule Izibhalo
Ziphengulule Izibhalo
Claim Ownership

Ziphengulule Izibhalo

Author: Kaizer khaya

Subscribed: 1Played: 0
Share

Description

"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.

Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam kaizerkk@gmail.com OR twitter @Izibhalo_Rhoqo
65 Episodes
Reverse
Intshumayeli 2

Intshumayeli 2

2023-11-0614:53

Ubukhulu bukaSolomon, ubutyebi kunye nemisebenzi emikhulu. Akukho nto intsha inokwenziwa phantsi kwelanga. Isityebi nehlwempu zifa ngokufanayo. Yonke into ingamampunge ● USolomon wayephila kuzo zonke iintlobo zolonwabo kuquka imithendeleko yonqulo ( Numeri 10:10; 1 Kumkani 3:15 ) kodwa yonke loo nto yayingamampunge yaye ingenantsingiselo. > wabuthiya ubomi nomsebenzi awawenzayo. > ubomi abunanjongo ngaphandle kokhokelo lukaThixo > ubutyebi behlabathi bufana noothixo babahedeni kuba abuboneleli ulonwabo nobomi obungunaphakade. Zonke izinto ziya kuhlala zinjengayizolo, kodwa kukho isithembiso, uYesu uyeza (Isityhilelo 16:15). 4. Kufuneka sibuyele kuThixo njengoSolomon nasebudaleni bakhe, masiguquke kwaye sivume izono zethu ukuze siqale iphepha elitsha kunye neNkosi yethu uYesu.
Intshumayeli 1

Intshumayeli 1

2023-11-0516:09

Intshumayeli Igama lesiHebhere nguKoheleth/Qoheleth, "umshumayeli"a Yabhalwa nguSolomon ngenkulungwane yeshumi B.C. Le ncwadi yingqokelela yamazwi embongo, amabali, amaqhalo kunye nokucamngca. Umxholo oyintloko kukungabi nantsingiselo kwezinto zexeshana ebomini kunye nemfuneko yokoyika uThixo kwihlabathi eliwileyo, elibhidekayo nelinxungupheleyo.
Huss and Jerome

Huss and Jerome

2023-06-2511:32

Hitherto Huss had stood alone in his labors; but now Jerome, who while in England had accepted the teachings of Wycliffe, joined in the work of reform. The two were hereafter united in their lives, and in death they were not to be divided. Brilliancy of genius, eloquence and learning—gifts that win popular favor—were possessed in a pre-eminent degree by Jerome; but in those qualities which constitute real strength of character, Huss was the greater. His calm judgment served as a restraint upon the impulsive spirit of Jerome, who, with true humility, perceived his worth, and yielded to his counsels. Under their united labors the reform was more rapidly extended. GC 102.3
》 Wycliffe taught different Protestant doctrines, - salvation through faith in Christ - the only failure of the Scriptures.
Amid the gloom that settled upon the earth during the long period of papal supremacy, the light of truth could not be wholly extinguished. In every age there were witnesses for God—men who cherished faith in Christ as the only mediator between God and man, who held the Bible as the only rule of life, and who hallowed the true Sabbath. How much the world owes to these men, posterity will never know. They were branded as heretics, their motives impugned, their characters maligned, their writings suppressed, misrepresented, or mutilated. Yet they stood firm, and from age to age maintained their faith in its purity, as a sacred heritage for the generations to come GC 61.1
In reviewing our past history, having traveled over every step of advance to our present standing, I can say, Praise God! As I see what the Lord has wrought, I am filled with astonishment, and with confidence in Christ as leader. We have nothing to fear for the future, except as we shall forget the way the Lord has led us, and His teaching in our past history. LS 196.2
♻️ When Jesus revealed to his disciples the end of Jerusalem and the events of the second coming, He foretold the experience of his people from the time he would be taken from them so that he would return with power and glory to set them free.
Hello, welcome to our program Thetha Mzansi uZiphengulule Izibhalo. Today we are doing Summary of The book by Ellen G White The Great Controversy. Please enjoy this Summary as narrated by yours truly. Hope you'll be blessed by this episode. Don't forget to like & share to spread the word.
The war between good and evil began long before the dawn of human history. Hatred, disease, violence, and death are the by-products of this conflict, and all of us are affected. We must know the answers to these questions: Why would a God of love allow sin and suffering? Will religious and political alliances one day threaten our freedoms? What role does our nation play in Bible prophecy? What is the terrorist behind all terrorists? And what is his "mark"? Who is the antichrist? How will evil finally be defeated?
Kule veki siza kuqwalasela ukufa kukaKristu nokuba kuthetha ntoni kwisithembiso sobomi obungunaphakade.
Masike sijonge iziganeko zovuko kwabantu phambi kokufa nokuvuka kukaKristu. IZibhalo ziqulathe iziganeko ezininzi zabo bavukayo phambi kweziganeko saseKalvari.
Kule veki siza kujonga kwindlela ingcamango yovuko lokugqibela olutyhilwa ngayo ngamaxesha eTestamente eNdala, siqwalasela ngendlela ekhethekileyo kwiintetho zikaYobhi, abanye abadumisi, nabaprofeti uIsaya noDaniyeli.
UKUQONDA INDALO YOMNTU

UKUQONDA INDALO YOMNTU

2022-10-1424:43

Kule veki siza kuqwalasela indlela iTestamente eNdala eyicacia ngayo indalo yomntu nemeko yezidalwa ezingabantu ekufeni.
Kule veki siza kuqwalasela ekuweni kuka-Adam noEva, ukuba sawoyisa njani isono nokufa umhlaba wethu, nokuba uThixo wayityala njani imbewu yethemba loluntu apho e- Eden.
Imvelaphi yobubi intsokothile kakhulu. Kwelinye icala kukho “imfihlelo yokuchasa umthetho” esebenzayo ( 2 Tes. 2:7 ); yaye kwelinye icala “yimfihlelo yokuhlonela uThixo” ( 1 Tim. 3:16 ), izisa isisombululo kwingxaki yobungendawo. Ikratshi likaLusifa loyiswa kukuthobeka kweNkosi uYesu Kristu oweza ngembonakalo yenyama engumntu (Fil. 2:6-11). #HambaVangeli
Amagqabantshintshi Q4

Amagqabantshintshi Q4

2022-09-2901:39

Singabantu abanokufa, sidinga ingqiniseko kokweli xesha nethemba lokuzayo. Njengoko kwabekwa kakuhle ngofunda ngoThixo uEmil Brunner, “Oko umongo-moya ukuko kwimiphunga, linjalo ithemba ukunika intsingiselo kubomi bomntu. Susa umongomoya, kubakho ukufa ngokufuthaniseleka, susa ithemba, uluntu LUFUTHANISELEKA kukungabi namphefumlo; kungenelela ukuphelelwa lithemba, kuchazeka ukudodobala kwengqondo yokucinga namandla asemoyeni ngenxa yemvakalelo yokungasebenzi kakuhle kwengqondo kwakunye nokuphila ubomi ngaphandle kwenjongo ebhadlileyo. Njengoko ukuphila kwento engumntu kuxhomekeke kubukho bomongo-moya, kunjalo nokuphila kobuntu ukuxhomekeka ekufumaneni kwabo ithemba.”—Emil Brunner, Eternal Hope (London: Lutterworth Press, 1954), p. 7. Ngokwenene, ithemba elimile eBhayibhileni liyasixhasa ngexesha kukho iintlekele esijongene nazo kuhambo lwethu olusinga kunaphakade.
Ubizo loluLutsha e3

Ubizo loluLutsha e3

2022-07-2210:39

“Xa kukho umkhosi wabasebenzi abasebatsha, abaqeqeshwe ngokufanelekileyo, abanokuthi babe nokunikela, singakhawuleza kangakanani na isigidimi soMsindisi, ovukileyo nozayo ukuthathwa sisiwe kulo lonke ihlabathi”?
UYesu  wathi kubafundi Bakhe, “Andisanibizi ngamakhobok, kuba inkosi ayithembeli kumakhoboka ayo. Ngoku ningabahlobo bam, kuba ndinixelele yonke into uBawo andixelele yona” (Yohane 15:15). Ezi zinto uYesu wabelane ngazo nabafundi ngokuqinisekileyo ziquka iinkcukacha ngeemishini. Yonke into ekufuneka siyazi ukuba ngamangqina kaKristu siyixelelwe thina.
Umsebenzi othile ubekelwe uMKristu ngamnye.
UmKristu lo yintoni elindelekileyo kuyo ingekuko: UKUBONAKALISA ISIMILO SIKA KRISTU. UKULUNGISELELA USAPHO. UKULUNGISELELA ABAHLALI. UKULUNGISELELA EBANDLENI. YONKE LONTO ISISA EBUKUMKANINI 🙏😇
loading
Comments 
Download from Google Play
Download from App Store