Sidl'imbadu noAndile ngobomii bakhe, ukusebenza kuKhumbul'ekhaya nangoku bhala incwadi yakhe.
The Statistician-General, Risenga Maluleke, will hand over the Census 2022 report to His Excellency, President Cyril Ramaphosa, in Pretoria, and announce the results of the population and housing count to the country. Noxa kunjalo, basekho abantu abathi khange balifumane ithuba lokundwendwelwa ngabasebenzi be-Census emakhayeni wabo, khon’ukuze nabo babalwe. Ukuncokola ngokubileyo ngendlela esebenza ngayo i-Census, imingeni ejamelene nayo, kunye nokuphosaka kokubalwa kwabanye abantu, masamkele emnxebeni ingcali yethu kwimiba yolonyulo, u-Gqirha Nkosikhulule Nyembezi…
ULoyiso Gwanya ubalisa ngebali lakhe lokugxothwa emsebenzini ngenxa yokusebenzisa iCannabis, kwananjalo lo ka-Gwanya uzama ukudandalazisa umba we-stigma esibekwa kubantu abasebenzisa i-Cannabis.